I-Predator
From Wikipedia, the free encyclopedia
Kwi-ecosystem i-predation kusebenza kwe-biological apho i-predator (isilwanyana esizingela esinye) izondla ngexhoba layo (isilwanyana esihlaselwayo).[1] Ii-zisenokulibulala okanye zingalibulali ixhoba lazo phambi kokuba zilitye, kodwa ke indlela esebenza ngayo i-predation isoloko iba nesiphumo sokufa kwexhoba layo, ize ke ngoku yakuba ilosele okanye ilifumene sele lifile izityele itheko kwizihlunu zalo. [2] Kubonakala ngokungathi ke i-predation iyakusoloko isebenza ngokwecarnivory nangona ngamanye amaxesha kungenjalo.