Imfundo
Ibinzana / From Wikipedia, the free encyclopedia
Imfundo inqubo elula yokufunda. Ulwazi, amakhono, amagugu, izinkolelo, nemikhuba iqembu labantu zidluliselwa abanye abantu, ngokusebenzisa storytelling, ingxoxo, ukufundisa, ukuqeqesha, noma ucwaningo.
Imfundo ngeyona ibalulekileyo xa ufuna ukuphumelela.
Imfundo sisitixo sempilo, Impilo isemfundweni nasezandleni. Ulutsha lwanamhlanje alusafundi, luthatha imali yabazali iyokuphuza utywala theme izidakamizwa.
Imfundo yanamhlanje ayifani nemfundo yakudala. Kudala zazingekho izokolo oogogo Beth nootata Bethu babefundela phandle, ingekho imifanekiso yesikolo, behamba ngenyawo xa bestia eskolweni behlupheka.
Impilo yanamhlanje ayifani nempilo yakudala, namhlanje izikolo Zikhona kodwa abafundi bayadlal'ikhona imifaniso Kodwa abawufaki ngendlela. Baninzi abalifunayo elixesha Kodwa abalifumani kuba umnandi umabhebhana zingane bhebhanani kubemnandi.